IBhayibhile yaBantwana

Amabali owathandayo aseBhayibhileni.

Injongo Yethu

KwiNcwadi kaMatewu 19:14 uYesu wathi, ‘Bavumeleni aBantwana beze Kum, ningabaleli, ngoba ubukumbani bamazulu bobabo.’

IBhayibhile yabantwana ikhona ukulungiselela ukwazisa ngoYesu krestu ebantwaneni ngokusasaza amabali eBhayibhile anika ingcaciso ngemifanekiso namanye anxulumene nawo ngendlela ezohlukeneyo nakumaphepha-ndaba, kuquka iWebhusayithi yeHlabathi liPhela, iFowuni yeSelular/PDAs/, ushicilelo lwemfundiso yokuziphatha nangenkolo neencwadi ekufakwa kuzo imiblala, ngolwimi ngalunye oluthethwa ngumntwana.

La mabali eBhayibhile kufuneka asasazwe kubantwana abayi- 1.8 yesigidi zezigidi kwihlabathi jikelele ngaphandle kwentlawulo kangangoko kunokwenzeka.

Ukufaka iiNkcukacha zakho kwiNcwadi eThunyelwa aMalungu oMbutho othile

Receive

Instagram
Twitter
Facebook
TikTok
YouTube

Zonke iinkcukacha ezikule webhusayithi zifumaneka ngaphandle kwentlawulo xa zingasetyenziselwa ukwenza urhwebo kwaye zishicilelwe ngokukhuseleko ngokusemthethweni © 2003 - 2024 Bible for Children Inc.